Browse

Explore how to navigate the web efficiently and effectively with Mozilla’s products.


All articles

23

Iinkcukacha zeWeb Push kwi-Firefox

I-Web Push ivumela iiwebhusayithi ukuba zazise abasebenzisi ngemiyalezo emitsha okanye umxholo ohlaziyiweyo ngelixa uFirefox evuliwe.

Created Firefox

Abaxhasi kwiphepha lasekhaya nakwiphepha leThebhu Entsha

Isebenzisana namahlakani ayo entengiso, i-Mozilla ingabeka iindlela ezimfutshane ezixhasiweyo kwiphepha lasekhaya le-Firefox elisetyenziswa njengesiseko kunye nakwiphepha leThebhu eNtsha. Funda ngakumbi.

Updated Firefox, Firefox for Android, Firefox for iOS

Imenyu yesishwankathelo sethebhu

Funda indlela yokusebenzisa imenyu yeshwankathelo lwee-tab kwi-Firefox ukulawula nokukhangela ngokukhawuleza ii-tab zakho ezivuliweyo

Created Firefox

Amaqela eethebhu ku-Firefox

Indlela yokusebenzisa amaqela ee-thebhu ukulungelelanisa ii-thebhu zakho kwi-Firefox inguqulelo ye-137 nangaphezulu.

Created Firefox

Phonononga ibha yesixhobo kwiFirefox for Android

Lungiselela uze usebenzise ibha yezixhobo ze-Firefox for Android ukuze ufikelele ngokukhawuleza kukhangelo, igalelo lelizwi, kunye nokuskena ikhowudi ye-QR.

Created Firefox for Android

Iinguqulelo zeFirefox

Ulwakhiwo olupheleleyo lokuguqulela iphepha elakhelwe ngaphakathi kwi-Firefox likuvumela ukuba ubhrawuze iwebhu ngokungenamagingxigingxi ngolwimi olukhethayo. Funda ngakumbi.

Created Firefox

Lawula ulungelelwaniso lweThebhu Entsha ye-Firefox

Iphepha leThebhu Entsha ye-Firefox ngoku linikeza ulawulo oluphuculweyo lokwenza ngokwezifiso kukhangelo, iindlela ezimfutshane, amanqaku, nokunye ngelixa ubumfihlo bakho bugcinwe bukhuselekile.

Created Firefox

NgesiNgesi

These articles haven't been translated yet.

Illustration of hands

Volunteer

Grow and share your expertise with others. Answer questions and improve our knowledge base.

Learn More