Guqulela amanqaku oncedo!

Masenze iNKxaso kaMozilla athethe ulwimi lwakho!

Amanqaku oncedo awafumaneki ngolwimi lwakho ngoku? Ingaba ufuna ukujoyina iqela elimangalisayo ukuwaguqulela? Uza kunceda izigidi zabasebenzisi ngolwimi lwakho. Kuyamangalisa oku anditsho?

Ndibhaliseni »

Guqulela amanqaku okunceda ngolwimi lwakho

Indlela esebenza ngayo

  1. Bhalisa njengevolontiya
  2. Jonga uxwebhu lwethu
  3. Hlela amanqaku ngolwimi lwakho!
Ukuguqulela inqaku eli-1 kunganceda abasebenzisi abali-1,000 ngolwimi lwakho