Sifuna uncedo lwakho!
Esetyenziswa ngabantu abangaphezu kwezigidi ezingama-400, inkxaso ka-Mozilla ixhotyiswe ngokupheleleyo ngamavolontiya, kwaye kubaluleke kakhulu kunakuqala. Apha wena ungena khona.
Kutheni kufuneka ndincede?
Nceda abasebenzisi abazizigidi bafumane ngakumbi kwibhrawuza yabo abayithandayo. Iminikelo yenu iza kufikelela kwizigidi zabasenzisi kwihlabathi jikelele, kwaye ungakwenza uhleli e-couch!